Singer: Hillsong Worship
|
Song: Who You Say I Am
Hillsong Worship - Who You Say I Am Lyrics (LRC) (05:34-334-0-xh) (PARTIAL PREVIEW)
......................................................................
........ USE THE BUTTONS BELOW TO GET FULL LYRICS & SUBTITLES ........
......................................................................
[00:08.78]Ndinguban' mna uba ukumkan' ophezulu Angandamkela
[00:17.18]Nd'lahlekile wandisondeza Thando lwakhe kum
[00:24.46]Awu thando lwakhe kum
[00:28.78]Okhululwe nguNyana Unenkululeko yokwenyani
[00:36.82]Ndingumntwana ka Thixo Ewe ndinguye
[00:46.38]Ndikhululekile Wandihlawulela
[00:50.10]Ubabalo lwakhe lunzulu
[00:54.98]Ndiselikhoboka lezono Yesu wandifela
[01:01.98]Ewe wafela mna
[01:06.38]Okhululwe nguNyana Unenkululeko yokwenyani
[01:14.62]Ndingumntwana ka Thixo Ewe ndinguye
[01:23.26]Endlwini kaBawo Ndinendawo eyeyam
[01:31.26]Ndingumntwana ka Thixo Ewe ndinguye
[01:39.94]Ndikhethiwe And'lahlwanga
[01:44.30]Ndingulo uthi ndinguye
[01:48.18]Ungakum Aw'n' chasanga
[01:52.62]Ndingulo uthi ndinguye
[01:56.62]Ndikhethiwe And'lahlwanga
[02:01.02]Ndingulo uthi ndinguye
[02:04.86]Ungakum Aw'n' chasanga
[02:09.42]Ndingulo uthi ndinguye
[02:17.74]Okhululwe nguNyana Unenkululeko yokwenyani
[02:25.78]Ndingumntwana ka Thixo Ewe ndinguye
[02:34.34]Endlwini kaBawo Ndinendawo eyeyam
[02:42.54]Ndingumntwana ka Thixo Ewe ndinguye
[02:51.06]Endlwini kaBawo Ndinendawo eyeyam
[02:59.20]Ndingumntwana ka Thixo Ewe ndinguye
[03:41.58]Ndikhethiwe And'lahlwanga
[03:45.78]Ndingulo uthi ndinguye
[03:49.4...........